IsiXhosa in progress.......
Sunday, 19 May 2013
Friday, 10 May 2013
AFRICAN LANGUAGES TO BE COMPULSORY FROM 2014
African languages will have to be taught at schools from 2014 - aren't you glad you know Xhosa?! Check out this article on http://www.iol.co.za/news/south-africa/gauteng/vernacular-languages-to-be-compulsory-1.1513170#.UYuQIErLuZQ
Wednesday, 1 May 2013
IS XHOSA GOING TO DIE OUT AS A LANGUAGE FOR SHARING KNOWLEDGE?
Wikipedia operates in 286 different languages, but the content is very unevenly
spread. There are more than 4 million articles in English, while Xhosa, spoken
by almost 8 million people in South Africa, only has 147 articles
See rest of article on http://www.bbc.co.uk/news/business-22160988
See rest of article on http://www.bbc.co.uk/news/business-22160988
Sunday, 28 April 2013
Sunday, 21 April 2013
Uya phi? Where are you going? Nice Isuzu advert with a bit of Xhosa.
The climber replies: Ndiya pha phezulu! I am going over there, high up!
Check it out on:
http://www.youtube.com/watch?v=X4_AcvDin2Y
Check it out on:
http://www.youtube.com/watch?v=X4_AcvDin2Y
Tuesday, 16 April 2013
Xhosa Rap ndaziswa nguBheBhekamuzi!
Molo Titshalakazi
Nantsi ingoma yikaRattex, igama lale ngoma yi"Ewe
Nje":
Nantsi
iilyrics yalengoma: le ivela ku
BheBhekamuzi (Richard)
Verse
1_
Dlala number number
nants ityhefu yerhamba
wena one side uze ngodlala
noba ningavala sizodala
apha kukwahiphop, iRap and futhi akulalwa
njengezihlangu zexhego bathi soze sishayine
but what, le pop bayenzayo soze ilaste
mavovo, alahl’ imbo ngophoyiyane
kunxitywa ooskinny jeans baleq’ iRap yezitabane
(he he he!) estratweni Rah bathathe
batheth iChampagne, batheth iMoto mabapake
sithetha ngezitrato kule rap mabasincame
(awe) salute masiyibambeni masoja
(nale) shit ye media iYasi costa
masiqine madoda alikho ixesha lofeketha
indoda ikhwele ihashi layo iqiniseke ngokulibhexesha
sine albums kodwa eshop azikho iCD
senz iVideo kodwa abazidlali etv
underground, kuwe iindaba mfana zimbi
basenzela swaak njenge ndoda efa yi T.B

Chorus_
Verse
2_
ewe nje vele ke hiphop ke sithi ke
estratweni siyiphethe ke ugcwele neh moja ke
why nimisa umcimbi without agenda
nisixelela amasimba ngale shit ye swagga
ireal emceez kuthwa azina swag
yilonto ungaziboni nakwi cover ye hype mag
kule hiphop fak izaza uzobona
kule hiphop nxiba icici uzobonwa
kule hiphop nxiba ishit uzonconywa
awunawo a-maKip-Kip bayakuringa uba uyabhora
indaba isukile,sithi sisamile
hiphop ishubile
iZulu lidumile
we like amaxhego aphethwe zijuvi
kodwa ndisekhona Hip Hop ngeke ubengumfi

Subscribe to:
Posts (Atom)